1
/
of
1
My Store
Intombazana encinane eyayingafuni kukhula
Intombazana encinane eyayingafuni kukhula
Regular price
R 83.00 ZAR
Regular price
Sale price
R 83.00 ZAR
Shipping calculated at checkout.
Quantity
Couldn't load pickup availability
Intombazanana encinci uAyanda umthanda ngokungathethekiyo utata wakhe. Ngenye imini utata wakhe uyahamba, angaze abuye. U-Ayanda ukhathazeka kangangokuba ude agqibe ukubeni akasokuze akhule abe mdala. Uye ke wahlala emncinci, engakhuli ixesha elide, nakubeni abahlobo bakhe bemgezela. Ngenye imini umama wakhe uye wagula waze u- Ayanda watshintsha isigqibo sakhe sokungafuni ukukhula. Uyakhula ukuze akwazi ukuncedisa usapho lwakhe. Kodwa ingaba umdala okanye uligorha ngokwaneleyo na ukusombulula iingxaki ezivelela ilali yakhe?
Share
